Lyrics
The Soil – Andinanto Lyrics
Andinanto Lyrics by The Soil
[Repeat x4]
Ndandihleli
Ndihlel’ebumnyameni
Wafik’usonini nanini
Wandifake ekukhanyeni
[Chorus]
Andinanto aph’esandleni
Ndize kanye nkosiyam’ (x2)
Hey,
Andinanto aph’esandleni
Ndize kanye nkosiyam’ (x2)
Ye eeehhhh
Intwana ekas’lami
Ifunda uk’roofa iphandeli nqcosi zakubo ezincane
Ithaima alispani
Nenqondweni yayo istsheli ukuthi ese nabazili
Ebsuku ayilali
Icabanga ukuthi fede bona kusasa bazodlani
Kanti wena umakhelwane onjani
Uyayibona i situation mara ushaya ngathi awuwazi
Why ntwana yam’ uzi bulalisi ndanda
Ngiyazi impilo i snux kodwa ubani othe give uper
Why ntwana yam’ uvaya nabo Jero
Yibo laba abahlala baku juta ngez’nto ezingekho
Why ntwana yam’ uzi bulalisi ndanda
Ngiyazi impilo i snux kodwa ubani othe give uper
Why ntwana yam’ uvaya nabo Jero
Yibo laba abahlala baku juta ngezinto ezingekho
[Chorus]
Andinanto aph’esandleni
Ndize kanye nkosiyam’ (x2)
Hey,
Andinanto aph’esandleni
Ndize kanye nkosiyam’ (x2)
Ye eeehhhh
In the midst of the night
Painful thoughts fill my mind
I see the tears of a crying child
Oh my, oh my yeah
I find myself asking why (x2)
Everyday everynight a million times
I find myself asking why
Why why why why why why (x6)
[Chorus]
Andinanto aph’esandleni
Ndize kanye nkosiyam’ (x2)
Hey,
Andinanto aph’esandleni
Ndize kanye nkosiyam’ (x2)
Ye eeehhhh
